lirik lagu bongeziwe mabandla - zange
[verse 1]
ekuqaleni kwakunzima ukuk’xelela
kodwa emva kwexesha ndaqonda ukuba ndizincame
wayinciba yonke intliziyo yami
xa undixelela ukuba nawe uyandithanda
[chorus]
zange, zange, zange ndaphinde ndafana
ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko
zange, zange, zange ndaphinde ndafana
ndaba ngomuny’ umuntu ukusukela oko
[post-chorus]
hlale ndiyicinga
hlale ndiyicinga
hlale ndiyicinga
hlale ndiyicinga
[verse 2]
phambi kok’ba ufike
ndanding-yazi ukuba ndothini
ngoba ndandinesidingo isidingo sothando
ndayangwa nguwe, mna ndade ndaphila
khona undibonisa ukuba nyani uyandithanda
[chorus]
zange, zange, zange ndaphinde ndafana
ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko
zange, zange, zange ndaphinde ndafana
ndaba ngomuny’ umuntu ukusukela oko
[post-chorus]
hlale ndiyicinga
hlale ndiyicinga
hlale ndiyicinga
hlale ndiyicinga
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu hanzel und gretyl - i am bad luck
- lirik lagu ram (swe) - eyes of the night
- lirik lagu yuko yokio - this kid is trapped in a light beam
- lirik lagu safit - твой взгляд (your look)
- lirik lagu baby smoove - carolina plates
- lirik lagu shezan il ragio - limitarsi ad imitarvi
- lirik lagu sierra kidd - fucksleep
- lirik lagu nero 42 - o.t.d
- lirik lagu f & p & r - can't help falling in love
- lirik lagu smokepurpp - in the reign