
lirik lagu bongeziwe mabandla - yini
ngabe yini
ngabe yini na
ngabe yini
le ndiyenzayo
ngabe yini
ngabe yini na
ngabe yini
le ndiyenzayo
nakho ndiyoba (ndiyoba)
ndilahla konke (ndilahla konke)
ndisenza (ndisenza)
ndidl’ imini zam (imini zam)
nakho ndiyoba (ndiyoba)
ndilahla konke (ndilahla konke)
ndisenza (ndisenza)
ndidl’ imini zam (imini zam)
latshon’ ilanga, latshon’ilanga
hayi thina singalali
mna ndinqande xa ndinyakazela
latshon’ ilanga, latshon’ilanga
hayi thina singalali
mna ndibambe xa ndisenza ezam
nakho ndiyoba (ndiyoba)
ndilahla konke (ndilahla konke)
ndisenza (ndisenza)
ndidl’ imini zam (imini zam)
nakho ndiyoba (ndiyoba)
ndilahla konke (ndilahla konke)
ndisenza (ndisenza)
ndidl’ imini zam (imini zam)
ngabe yini
ngabe yini na
ngabe yini
le ndiyenzayo
ngabe yini
ngabe yini na
ngabe yini
le ndiyenzayo
nakho ndiyoba
ndilahla konke
ndisenza
ndidl’ imini zam
nakho ndiyoba (ndiyoba)
ndilahla konke (ndilahla konke)
ndisenza (ndisenza)
ndidl’ imini zam (imini zam)
nakho ndiyoba (ndiyoba)
ndilahla konke (ndilahla konke)
ndisenza (ndisenza)
ndidl’ imini zam (imini zam)
andiva
andiva mna
andiva
andiva mna
njengoba ndinyuka ndisehla ezinzulwini zobusuku
oh ndinyuka ndisehla
ndikhangel’uthando
kungenxa yakho
kungenxa yakho
bandenza
bandenza ndingazifuni
andiva
andiva mna
ndiyek’ andiva
andiva mna
andiva
andiva mna
ndiyeke
ndiyeke
ndiyek’ andiva
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu insyt. - good luck charm
- lirik lagu tanja lasch - zu lieben ist leicht
- lirik lagu nbj lil vee - my bro died
- lirik lagu аргон (argon38) - забей (relax)
- lirik lagu marti fischer - starlight
- lirik lagu урсус (ursus) (rus) - час пик (rush hour)
- lirik lagu stem of a demon - falling apart
- lirik lagu exzicrave - лирик
- lirik lagu bicurious - uncle kevin
- lirik lagu choppazay - mediocre