lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu bongeziwe mabandla - ​​ubukho bakho

Loading...

bukho bakho yimpendulo
bukho bakho lithemba lam
uyandikhuthaza
bukho bakho lithemba lam (lithemba lami)

wen’ uyandomeleza
wen’ uyandomeleza
wen’ uyandomeleza
wen’ uyandomeleza

uthi xa undijonga, ubone ukuba mna ndingumntwana njalo okhangel’ indawo
uthi xa kunzima, undinik’ isandla sakho undenza ndibambelele
ngoba ngamany’ amaxesha kubanzima, kubanzima nokubambelela
mvula entlango, yihla ndikujongile
uyayazi ukuba ndikuthanda njani na

bukho bakho yimpendulo
bukho bakho lithemba lam
uyandikhuthaza
bukho bakho lithemba lam
litha, litha lelanga
litha, litha lelanga

ixesha elingaka ndisiwa ndivuka nawe
angeke, ngeke ndiphinde ndiphile ngaphandle kwakho
uthi xa kunzima ndikunik’ isandla sami
ndikwenze ubambelele
ngoba ngamany’ amaxesha kubanzima
kubanzima nokubambelela

mvula entlango, yihla ndikujongile
uyayazi ukuba, ndikuthanda njani na


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...