lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu bongeziwe mabandla - thula

Loading...

[verse 1]
ndiyakhala mama
ndikhalela wena
ndifuna undithathe
undibek′ es’fubeni sakho
ndiyakhala mama
ndikhalela wena
ndifuna undithathe
undibek′ es’fubeni sakho

[chorus]
uthi thula
thula sana lwam
uthi thula
thula sana lwam
uthi thula
thula sana lwam
uthi thula
thula sana lwam

[verse2]
uyabona yoph~kile intliziyo
ngoba ungakwaz’ ukwamkela
konke endikuko
bangandi f′lathela bonk′ abanye
kodwa wena ndiyakudinga
ngoba nguwe, nguwe, nguwe ilizwe lami
[pre chorus]
ndiyakhala mama
ndikhalela wena
ndifuna undithathe
undibek’ es′fubeni sakho
ndiyakhala mama
ndikhalela wena
ndifuna undithathe
undibek’ es′fubeni sakho

[chorus]
uthi thula
thula sana lwam
uthi thula
thula sana lwam
uthi thula
thula sana lwam
uthi thula
thula sana lwam


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...