lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu bongeziwe mabandla - ndofelapha

Loading...

mna ndiyazibuza kwenzekkani na k~m
sendiphela ndisif’ goli
ndihamb’ ebumnyameni

ndofelapha
ndofelapha
ndofelapha uba ndihamba pha
ndofelapha
ndofelapha
ndofelapha uba ndihamba pha

uba mna, ndihamba pha
uba ndihamba pha
uba mna, ndihamba pha
uba ndihamba pha

lahamb’ ixesha lonke
kodwa ndisame apha
kule ndaw’ engalunganga
indibulalayo

ndofelapha
ndofelapha
ndofelapha uba ndihamba pha
ndofelapha
ndofelapha
ndofelapha uba ndihamba pha
uba mna, ndihamba pha
uba ndihamba pha
uba mna, ndihamba pha
uba ndihamba pha

wandiphakamela
n0ba kungapha kwam
ithambile indlela
endisindisayo

ndofelapha
ndofelapha
ndofelapha uba ndihamba pha
ndofelapha
ndofelapha
ndofelapha uba ndihamba pha
ndofelapha
ndofelapha
ndofelapha uba ndihamba pha
ndofelapha
ndofelapha
ndofelapha uba ndihamba pha

zelingatshoni
zelingatshoni
zelingatshoni
lingatshoni, lingatshoni
lingatshoni
lingatshoni ndiselapha


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...