lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu bongeziwe mabandla - ​ndikhale

Loading...

ngaba nyani na undilibele?
kudala ndihleli. ndihlel’ emlindweni
ngaba nyani na undilibele?
kudala ndihleli. ndihlel’ emlindweni
ngaba nyani na undilibele?
kudala ndihleli. ndihlel’ emlindweni

ngaba nyani na undilibele?
kudala ndihleli. ndihlel’ emlindweni
xa undibhanxa, uhlekisa ngami
k~mele ndivume
andiyonto mna

ngaske ndikhale, ndikhale
ndikhale ndingaze ndiyeke
ngaske ndilile, ndilile
ndilile ndingaze ndiyeke

ngaba nyani na? (ngaba nyani na?)
undilibеle? (undilibele?)
kudala ndihlеli (kudala ndihleli)
ndihlel’ emlindweni (ndihlel’ emlindweni)
zumxelele (zumxelele, zumxelele)
ngaba nyani na undilibele? (bendilapha)
kudala ndihleli (bendilapha)
ndihlel’ emlindweni
[skit]
walil’ umntwanana, elilel’ unina wakhe
wamthatha wambek’ esifubeni sakhe
wathi “thula sana lwam”
wathi “thula sana lwam”

walil’ umntwanana, elilel’ unina wakhe
wamthatha wambek’ esifubeni sakhe
wathi “thula sana lwam”
wathi “thula sana lwam”


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...