lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu bongeziwe mabandla - ndibuyile

Loading...

bawo n0ba ndenzeni, ndenzani na
mna ndizibona ndisengumntana wakho
kwakhe kwabhideka izinto
kwamele ndimk’ apha

andazi n0ba sewandilibala
mhlambi wawusithi soze uphinde undibone
kodwa ndihambe imini nezolo
ukuze ndifike, ndifik’ apha kuwe

ndamka kudala ndabaleka
ndakheth’ ukuphila ngaphandle kwakho
kodwa emva kweminyaka nenyembezi
ndimu lona, ndimu lona ome phambi kwakho

ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile

ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile

ndakhe ndakukhanyela ndisithi mna andikudingi
emva kwexesha izinto zaqal’ukundixaka
bendihleli, hleli kabuhlungu
ndicinga wena maxesha onke
ndicela wena ukukhangele indlela yokundixolela
ndamka kudala ndabaleka
ndakheth’ ukuphila ngaphandle kwakho
kodwa emva kweminyaka nenyembezi
ndimu lona, ndimu lona ome phambi kwakho

ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile

ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile

ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile

ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...