lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu benjamin dube - moya oyingcwele (live)

Loading...

[verse 1]
moy’ oyingcwele yiza
udlelane nam’
moy’ oyingcwele yiza
udlelane nam’
ndiyakudinga moy’ oyingcwele
ndiyakuding’empilweni yam’
ndiyakudinga moy’ oyingcwele
ndiyakuding’ empilweni yam’

[verse 2]
moy’ oyingcwele yiza
uzohlala nam’
ndibambe ngesandla
undikhokhele
wamkelekile moy’ oyingcwele
wamkelekil’ empilweni yam’
wamkelekile moy’ oyingcwele
wamkelekil’ empilweni yam’

[verse 3]
moy’ oyingcwele yiza
wamkelekil’ empilweni yam
moy’ oyingcwele yiza
ndiyakuding’ empilweni yam
ndiyakuding’ empilweni yam


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...