Artis / Penyanyi: a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z #

lirik lagu zahara – ndize

ndize

ndihambile, ndibonile
(i have walked, i have seen)
bandixelele bandinikile
(they told me, they gave me)
ndingafunanga ndingabuzanga
(i did not want,i did not ask)

[chorus]
ndiza ndiza
(i will come, i will come)
ndizaw’buya ndikuphathel’ntliziyo yam
(i will come back, bringing you my heart)
uzuyenze msulwa yona
(make it pure)

[repeat chorus x2]

ndizam’kucinga aha
(i’m trying to think)
ndiyahluleka aha
(i’m failing)
ingqondo yam, iyakhawuleza
(my mind is wondering)
kuyehla kuyasa
(from sunset till dawn)
k*m uyafana
(i’m still the same)
ndonakele hee
(i’m ruined)

[sing chorus till fade]

- lirik lagu zahara