lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu amanda feat. nathi – intonga yam

Loading...

ndiyazile soze ndihambe ndendwa kulendlela
mna ndinawe
iinzingo, iintsizi, neentsunguzi
ndidlulile kuzo
masambe ke, ndibambe ke
ungandiyek’, inde le ndlela
masambe ke, ndibambe ke
ndiqinis’ ungandyeki

intonga yakho, ngumsimelelo wam
intonga yakho iyandithuthuzela

uzondikhokhel’ emadlelwen’ aluhlaza
ngoba nam ndiyafuna
undikhaphe ezindleleni zobulungisa
ngenxa yegama lakho
zukhanyise zonk’ indlela zam
zudedise bonk’ ub-mnyama
isibane senyawo zam
sikhanyis’ ubusuku nemini
ngue lo, nguwe lo

intonga yam, ungumsimelelo wam
imini n-busuku iyandithutzela
intonga yakho ngumsimelelo wam
umsimelelo wam
intonga yakho iyandithuthuzela

ndithe ndakuphelelwa ngamandla
ndavele ndazilahlela kuwe
bathi ndakuphelelwa lithemba
izaba nguwe ithmva lam
nasemfuleni wethunzi lokufa
andiyi kwesaba bubi
ngob’ unami ngamaxesha onke
nguwe oyintonga yam

wen’ uyintonga yam
ndihamba nayo nasemlilweni ovuthayo
nditsho nasemadwaleni
naphakathi kweentshaba zam
ndiwela ngayo imilambokaz’ emikhulu
nditsho lentonga iyandikhusela
ingumthuthuzeli wam
nditsho lentonga ilithemba lami


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...